Lyrics - Unomnganga





Lyrics. What's music without them?

Much like you, we have just about had it struggling to find African lyrics online.
So we decided to do something about it.
We are building up a repository of African music. Not only Africappella music, but whatever African music we can find.
Granted this is no small feat, but we know we can count on you to help make this documentation project a success.



Popular Searches

Unomnganga (Stompie Mavi)

- composed by: Stompie Mavi

(Stanza 1)
Ub'umona uyakulawla
Uzophac'okomphoc'uthwe jwi walahlwa
Buya kwezozinto uzibizel'unomnganga
Ub'umona uyakulawla
Uzophac'okomphoc'uthwe jwi walahlwa
Buya kwezozinto uzibizel'unomnganga

(Chorus)
Unonmganga uzibizel'unomnganga
Tyhini bhasobh'unomnganga
Unonmganga uzibizel'unomnganga
Unomnganga uzibizel'unomnganga

(Stanza 2)
Ub'umona uyakulawla
Uzophac'okomphoc'uthwe jwi walahlwa
Buya kwezozinto uzibizel'unomnganga
Isazela siyakubhuqa
Awufan'ungcuchalaza njengengqeqe
Buya kwesosimo
Tyhini bhasobh'unomnganga
Isazela siyakubhuqa
Awufan'ungcuchalaza njengengqeqe
Buya kwesosimo
Tyhini bhasobh'unomnganga

(Chorus)
Unonmganga uzibizel'unomnganga
Unonmganga uzibizel'unomnganga
Unonmganga uzibizel'unomnganga
Unonmganga uzibizel'unomnganga

(Stanza 3)
Bayaphel'abanomjojo
Qokobha mfanam kulondaw'ukuyo
Buya kwesosimo
Tyhini bhasobh'unomnganga
Bayaphel'abanomjojo
Qokobha mfanam kulondaw'ukuyo
Buya kwesosimo
Tyhini bhasobh'unomnganga
Isazela siyakubhuqa
Awufan'ungcuchalaza okwengqeqe
Buya kwesosimo
Tyhini bhasobh'unomnganga

(Chorus)
Unonmganga uzibizel'unomnganga
Unonmganga uzibizel'unomnganga
Unonmganga uzibizel'unomnganga
Unonmganga uzibizel'unomnganga

Buy the Song on iTunes



Want to know more about Africappella?

Watch Africappella's latest video on YouTube



Recently Added


Promoted Lyrics

Join our Newsletter

Please enter your first name

Please enter your last name

Please enter a valid email address

Please enter a valid City name



Join our Newsletter



Please enter your first name

Please enter your last name

Please enter a valid email address

Please enter a valid City name



Paypal contributions



We are working on a few exciting projects to get the Africappella brand to the next level. You can help us make our music products more accessible by pledging a small donation.